Abaixo está a letra da música Bawo , artista - Zahara com tradução
Texto original com tradução
Zahara
Izithembiso zam
Iintsikelelo zam
Ubomi bam bukuwe
Lelilizwe liyadidizela
Abanye baya ngale abanye baya ngale
Kuvelwa kusembiswa iinzingo zinintsi
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Ndithi ndithathe elithuba
Ndicele kuwe ngayoyonkinto ngonyama
Into ilele esandleni sakho
Bawo ndizimisa kuwe
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Dwala lam, msindisi wam
Ndizimisa kuwe
Dwala lam, msindisi wam
Ndizimisa kuwe
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Bawo ndizimisa kuwe
Liwa laphakade
Liwa laphakade
Liwa laphakade
Liwa laphakade
Liwa laphakade
Músicas em diferentes idiomas
Traduções de alta qualidade para todos os idiomas
Encontre os textos que você precisa em segundos